42 Banduluka eTsalimona, bamisa ePunon.
43 Banduluka ePunon, bamisa eObhoti.
44 Banduluka eObhoti, bamisa eIye-abharim, emdeni wakwaMowabhi.
45 Banduluka eIyim, bamisa eDibhon yakwaGadi.
46 Banduluka eDibhon yakwaGadi, bamisa eAlimon-diblatayim.
47 Banduluka eAlimon-diblatayim, bamisa ezintabeni zeAbharim phambi kweNebho.
48 Banduluka ezintabeni zeAbharim, bamisa ezinkqantosini zakwaMowabhi, ngaseYordan malunga neYeriko,