9 Banduluka eMara, bafika e-Elim; kwakukho e-Elim apho imithombo yamanzi elishumi elinamibini, nemithi yesundu engamashumi asixhenxe, bamisa khona.
10 Banduluka e-Elim, bamisa ngaseLwandle oluBomvu.*
11 Banduluka eLwandle oluBomvu, bamisa entlango yeSin.
12 Banduluka entlango yeSin, bamisa eDofeka.
13 Banduluka eDofeka, bamisa eAlushe.
14 Banduluka eAlushe, bamisa eRefidim, apho kwakungekho manzi okuba abantu basele.
15 Banduluka eRefidim, bamisa entlango yeSinayi.