1 Ndim indoda eboné iintsizi,ngentonga yokuphuphuma komsindo wakhe.
2 Úndikhokele wandihambisa ebumnyameni, akwaba sekukhanyeni.
3 Úbuyé wasiguqulela kum ndedwa isandla sakho imini yonke.
4 Úyonakalisile inyama yam nolùsu lwam; uwaphule amathambo am.
5 Úndakhele wandirhaqa ngenyongo nendiniso.