15 Oonyana baka-Adin ibingamakhulu amané, anamanci mahlanu anabané.
16 Oonyana baka-Atere kaHezekiya ibingamashumi asithoba anesibhozo.
17 Oonyana bakaBhetsayi ibingamakhulu amathathu, anamanci mabini anabathathu.
18 Oonyana bakaYora ibilikhulu elineshumi elinababini.
19 Oonyana bakaHashum ibingamakhulu amabini, anamanci mabini anabathathu.
20 Oonyana baseGibhare ibingamashumi asithoba anabahlanu.
21 Oonyana baseBhetelehem ibilikhulu, elinamanci mabini anabathathu.