39 Oonyana bakaHarim ibiliwaka, elineshumi elinesixhenxe.
40 AbaLevi: oonyana bakaYeshuwa noKademiyeli, koonyana bakaHodaviya, ibingamashumi asixhenxe anabané.
41 Iimvumi: oonyana baka-Asafu ibilikhulu, elinamanci mabini anesibhozo.
42 Oonyana babamasango: oonyana bakaShalum, oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemon, oonyana baka-Akubhi, oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi, bebonke ibilikhulu, elinamanci mathathu anesithoba.
43 Abakhonzi betempile: oonyana bakaTsiha, oonyana bakaHasufa, oonyana bakaTabhayoti,
44 oonyana bakaKerose, oonyana bakaSiyaha, oonyana bakaPadon,
45 oonyana bakaLebhana, oonyana bakaHagabha, oonyana baka-Akubhi,