9 Oonyana bakaZakayi ibingamakhulu asixhenxe, anamancimathandathu.
10 Oonyana bakaBhani ibingamakhulu amathandathu, anamanci mané anababini.
11 Oonyana bakaBhebhayi ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini anabathathu.
12 Oonyana baka-Azegadi ibiliwaka elinamakhulu amabini, anamanci mabini anababini.
13 Oonyana baka-Adonikam ibingamakhulu amathandathu, anamanci mathandathu anabathandathu.
14 Oonyana bakaBhigwayi ibingamawaka amabini, anamanci mahlanu anabathandathu.
15 Oonyana baka-Adin ibingamakhulu amané, anamanci mahlanu anabané.