10 Ke uYeshuwa wazala uYoyakim; uYoyakim wazala uEliyashibhi; uEliyashibhi wazala uYoyada;
11 uYoyada wazala uYonatan; uYonatan wazala uYaduwa.
12 Ke emihleni kaYoyakim bekukho ababingeleli abaziintloko zezindlu zooyise: okaSeraya inguMeraya; okaYeremiya inguHananiya;
13 okaEzra inguMeshulam; oka-Amariya inguYohanan;
14 okaMeliku inguYonatan; okaShebhaniya inguYosefu;
15 okaHarim inguAdena; okaMerayoti inguHelekayi;
16 okaIdo inguZekariya; okaGineton inguMeshulam;