17 Oonyana baka-Azegadi ibingamawaka amabini, anamakhulu mathathu, anamanci mabini anababini.
18 Oonyana baka-Adonikam ibingamakhulu amathandathu, anamanci mathandathu anesixhenxe.
19 Oonyana bakaBhigevayi ibingamawaka amabini, anamanci mathandathu anesixhenxe.
20 Oonyana baka-Adin ibingamakhulu amathandathu, anamanci mahlanu anabahlanu.
21 Oonyana baka-Atere kaHezekiya ibingamashumi asithoba anesibhozo.
22 Oonyana bakaHashum ibingamakhulu amathathu, anamanci mabini anesibhozo.
23 Oonyana bakaBhetsayi ibingamakhulu amathathu, anamanci mabini anabané.