Uyeremiya 26:21 XHO75

21 Waweva ke ukumkani uYehoyakim, namagorha akhe onke, nabathetheli bonke, amazwi akhe; ukumkani wafuna ukumbulala. Weva u-Uriya, woyika, wasaba waya eYiputa.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 26

imbono Uyeremiya 26:21 kwimeko