10 Uzunguleza ubuso bamanzi ngomda,Kuse ekupheleni kokukhanya nobumnyama.
11 Iintsika zamazulu ziyanyenganyenga,Zingakhulumi kukukhalima kwakhe.
12 Ngamandla akhe ugxobhagxobha ulwandle,Ngengqondo yakhe uqoba uRahabhi.
13 Ngomoya wakhe wenza ukuba lise izulu;Isandla sakhe sayihlaba inyoka enyebelezayo.