Uyoshuwa 22:33 XHO75

33 Ilizwi elo lalunga emehlweni oonyana bakaSirayeli. Oonyana bakaSirayeli bambonga uThixo, ababa sathetha ngokunyuka baye kubo ngobumpi, balitshabalalise ilizwe abahleli kulo oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:33 kwimeko