12 Ukutsho ke ndithi kuthiwa, ulowo kuni uthi, Mna ndingokaPawulos; omnye ke athi, Mna ndingoka-Apolo; omnye ke athi, Mna ndingokaKefas; omnye ke athi, Mna ndingokaKristu.
funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 1
imbono 1 Kwabasekorinte 1:12 kwimeko