1 Xa sitshoyo, singaba siyawaqala siziyaleze na? Okanye sifuna, njengabathile, kusini na, iincwadi zokuyalezwa kuni, nokuba zezokuyalezwa nini?
2 Incwadi yethu thina, ebhalwe ezintliziyweni zethu, níni; iyaziwa, ileswa ngabantu bonke;
3 níbonakalalisiwe nje ukuba niyincwadi kaKristu, eyalungiselelwa sithi, engabhalwanga ngainki, ebhalwe ngoMoya kaThixo ophilileyo; kungekhona emacwecweni amatye, kusemacwecweni angawenyama entliziyo.
4 Sinenkoloseko enjalo ke kuThixo ngaye uKristu.