1 Indoda enkulu ibhalela uGayo oyintanda, endimthandayo mna ngenyaniso: ithi,
2 Ntanda, ndinga ungáthi ngezinto zonke usikeleleke uphile, njengokuba usikelelekile umphefumlo wakho.
3 Kuba ndavuya kunene, bakufika abazalwana, bangqina ngenyaniso ekuwe, njengokuba wena uhamba enyanisweni.
4 Andinaluvuyo lungaphezu kolu, lokuba ndive ukuba abantwana bam bahamba enyanisweni.