Uhabhakuki 1:13 XHO96

13 Kaloku amehlo akho amsulwa,akangede ajongane nobubi,ungenako nokunyamezela ubugwenxa.Ngani ukuba ubabukele abakreqi?Kutheni wathi cwaka xa kunje,xa izikhohlakali ziginya abantu abangamalungisa kunazo?

funda isahluko epheleleyo Uhabhakuki 1

imbono Uhabhakuki 1:13 kwimeko