Uhabhakuki 1:2 XHO96

2 Koda kube nini na, *Ndikhoyo,ndidanduluka ndisithi: “Nceda!”ube wena uthe cwaka?Koda kube nini na ndizibika kuwe ndisithi: “Ugonyamelo!”ube wena ungahlanguli?

funda isahluko epheleleyo Uhabhakuki 1

imbono Uhabhakuki 1:2 kwimeko