Unahum 1:12 XHO96

12 Utsho uNdikhoyo ukuthi:“Nangona bomelele beyinyambalala,baya kunqanyulwa bathi shwaka.Nangona ndakubandezelayo, Juda,ngoku andiyi kuphinda.

funda isahluko epheleleyo Unahum 1

imbono Unahum 1:12 kwimeko