Urute 1:19 XHO96

19 Bahamba ke bada baya kufika eBhetelehem. Bathi bakufika khona kwatsho kwathabatheka wonke ubani. Abafazi bathi: “Hi bethu, nithi nguNawomi nyani na lo?”

funda isahluko epheleleyo Urute 1

imbono Urute 1:19 kwimeko