Urute 1:22 XHO96

22 Kwaba njalo ke ukubuya kukaNawomi evela eMowabhi, ehamba nomolokazana wakhe uRute umMowabhikazi. Kwakuxa kanye kuqaliswa ukuvunwa kwerhasi ukufika kwabo eBhetelehem.

funda isahluko epheleleyo Urute 1

imbono Urute 1:22 kwimeko