Urute 2:12 XHO96

12 Ubenga ke uNdikhoyo angakuvuza ngomsebenzi wakho. Ewe, ubenga uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli, lo wena uze kuzifaka phantsi kwamaphiko akhe, angakubuyekeza kanobom.”

funda isahluko epheleleyo Urute 2

imbono Urute 2:12 kwimeko