22 UNawomi uthe: “Ewe, mntwan' am, kuhle uhambe neentombi zaphaya kwaBhowazi. Usenokuhlelwa yinto embi kumasimi abanye abantu.”
funda isahluko epheleleyo Urute 2
imbono Urute 2:22 kwimeko