Urute 2:3 XHO96

3 Wanduluka ke uRute ukuya emasimini. Wafika walandela abavuni, ehamba ebhikica. Kwathi kanti loo nto uyenza entsimini kaBhowazi owayezalana noElimeleki.

funda isahluko epheleleyo Urute 2

imbono Urute 2:3 kwimeko