Abagwebi 1:1 XHO75

1 Kwathi emva kokufa kukaYoshuwa, babuza oonyana bakaSirayeli kuYehova, besithi, Ngubani na oya kusiqalela ukunyuka aye kumaKanan, alwe nawo?

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 1

imbono Abagwebi 1:1 kwimeko