Abagwebi 1:13 XHO75

13 Wayithimba uOteniyeli unyana kaKenazi, umninawa kaKalebhi; wamnika ke intombi yakhe, uAkesa, yangumkakhe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 1

imbono Abagwebi 1:13 kwimeko