Abagwebi 1:17 XHO75

17 Waya uYuda noSimon umkhuluwa wakhe, bawabulala amaKanan abehleli eTsefati, bayitshabalalisa. Kwathiwa igama laloo mzi yiHorma.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 1

imbono Abagwebi 1:17 kwimeko