Abagwebi 1:33 XHO75

33 UNafetali akabagqogqanga abemi baseBhete-shemeshe, nabemi baseBheteanati; wahlala phakathi kwamaKanan abemi kwelo zwe. Abemi baseBheteshemeshe nabaseBhete-anati bafakwa uviko nguye.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 1

imbono Abagwebi 1:33 kwimeko