Abagwebi 10:1 XHO75

1 Emva koAbhimeleki kwavela uTola, unyana kaPuwa, unyana kaDodo, umIsakare, ohleli eShamire ezintabeni zakwaEfrayim; wawasindisa amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 10

imbono Abagwebi 10:1 kwimeko