Abagwebi 10:7 XHO75

7 Wavutha umsindo kaYehova kumaSirayeli, wathengisa ngawo, wawanikela esandleni samaFilisti, nasesandleni soonyana baka-Amon.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 10

imbono Abagwebi 10:7 kwimeko