Abagwebi 11:17 XHO75

17 amaSirayeli athuma abathunywa kukumkani wakwaEdom, esithi, Makhe ndicande ezweni lakho. Ke ukumkani wakwaEdom akaphulaphulanga. Athuma nakukumkani wakwaMowabhi, naye akavumanga. Ahlala amaSirayeli eKadeshe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:17 kwimeko