Abagwebi 11:23 XHO75

23 Kaloku uYehova, uThixo kaSirayeli, uwagqogqile ama-Amori phambi kwabantu bakhe amaSirayeli. Ùya kulihlutha na ke wena?

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:23 kwimeko