Abagwebi 11:27 XHO75

27 Mna andikonanga; nguwe ondenza into embi ngokulwa nam. UYehova uMgwebi makagwebe namhla phakathi koonyana bakaSirayeli noonyana baka-Amon.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:27 kwimeko