Abagwebi 11:29 XHO75

29 UMoya kaYehova wamfikela uYifeta, wacanda eGiliyadi nakwaManase, wacanda naseMizpa yaseGiliyadi; wesuka eMizpa yaseGiliyadi, wabangenela oonyana baka-Amon.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:29 kwimeko