Abagwebi 11:39 XHO75

39 Kwathi, ekupheleni kweenyanga ezimbini, yabuya yeza kuyise, wasenzela kuyo isibhambathiso sakhe, awayesibhambathisile; ke yona yayingazani nandoda. Yaba lisiko kwaSirayeli ukuthi, imihla kamihla,

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:39 kwimeko