Abagwebi 12:1 XHO75

1 Ahlatyelwa umkhosi eza amadoda akwaEfrayim, awela aya entla, athi kuYifeta, Ibiyini na ukuba ugqithe uye kulwa noonyana baka-Amon, ungasibizanga sihambe nawe? Siya kuyitshisa ngomlilo indlu yakho phezu kwakho.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 12

imbono Abagwebi 12:1 kwimeko