Abagwebi 12:14 XHO75

14 Waye enoonyana abamashumi mané, noonyana boonyana abamashumi mathathu, abakhwela kumaesile amatsha amashumi asixhenxe. Wawalawula amaSirayeli iminyaka esibhozo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 12

imbono Abagwebi 12:14 kwimeko