Abagwebi 12:4 XHO75

4 Wawabutha uYifeta onke amadoda aseGiliyadi, walwa namaEfrayim. Amadoda aseGiliyadi awabulala amaEfrayim, ngokuba ebesithi, Ningabasabileyo kumaEfrayim, nina maGiliyadi, phakathi kwamaEfrayim namaManase.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 12

imbono Abagwebi 12:4 kwimeko