Abagwebi 12:9 XHO75

9 Wayenoonyana abamashumi mathathu; waya kwendisa ngaphandle iintombi ezimashumi mathathu, wazekela oonyana bakhe iintombi ezimashumi mathathu ezivela ngaphandle. Wawalawula amaSirayeli iminyaka esixhenxe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 12

imbono Abagwebi 12:9 kwimeko