Abagwebi 13:19 XHO75

19 Wathabatha uManowa itakane lebhokhwe nomnikelo wokudla, wazinyusa kuYehova eweni; sona sisenza ngokumangalisayo, bebonela uManowa nomkakhe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 13

imbono Abagwebi 13:19 kwimeko