Abagwebi 14:9 XHO75

9 Wabuthabatha, waphatha ngesandla, wahamba, wahamba esidla, waya kuyise nonina, wabanika, badla; akabaxelela ukuba ubusi ubuthabathe esidumbini sengonyama.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 14

imbono Abagwebi 14:9 kwimeko