Abagwebi 15:11 XHO75

11 Ehla amadoda angamawaka amathathu, evela kwaYuda, aya emqhokrweni wengxondorha yase-Etam, athi kuSamson, Akwazi na ukuba amaFilisti ayasilawula? Yintoni na le usenzé yona? Wathi kuwo, Njengoko enze ngako kum, ndenzé ngako nam kuwo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 15

imbono Abagwebi 15:11 kwimeko