Abagwebi 16:17 XHO75

17 Wamxelela intliziyo yakhe yonke, wathi kuye, Isitshetshe sokucheba asizanga sisondele entlokweni yam; ngokuba ndingumahlulwa kaThixo kwasesizalweni sikama. Ukuba ndithe ndachetywa, osuka kum amandla am, ndithi fehle, ndibe njengabantu bonke.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 16

imbono Abagwebi 16:17 kwimeko