Abagwebi 16:19 XHO75

19 Wamlalisa emathangéni akhe, wabiza umntu, wazicheba izihlwitha zosixhenxe zentloko yakhe, waqala ke ukumqoba; emka ke amandla akhe kuye.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 16

imbono Abagwebi 16:19 kwimeko