Abagwebi 16:25 XHO75

25 Kwathi, xa intliziyo yabo ichwayithileyo, bathi, Bizani uSamson, asihlekise. Bambiza ke uSamson endlwini yamakhonkxwa; waphuma wahlekisa phambi kwabo. Bammisa phakathi kweentsika.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 16

imbono Abagwebi 16:25 kwimeko