Abagwebi 16:31 XHO75

31 Behla abazalwana bakhe nendlu kayise yonke, bamthabatha, bamnyusa, bamngcwabela phakathi kweTsora ne-Eshtawoli, engcwabeni likaManowa uyise. Wawalawula yena amaSirayeli iminyaka emashumi mabini.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 16

imbono Abagwebi 16:31 kwimeko