Abagwebi 16:5 XHO75

5 Zenyuka zaya kuyo izikhulu zamaFilisti, zathi kuyo, Mrhwebeshe, ubone ukuba asenini na la mandla akhe angaka, nokuba singámeyisa ngantoni na, simkhonkxe ukuze simthobe; sokunika thina elowo iwaka elinekhulu lesilivere.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 16

imbono Abagwebi 16:5 kwimeko