Abagwebi 17:12 XHO75

12 Wammisela uMika umLevi lowo, waba ngumbingeleli kuye umfana lowo; waba sendlwini kaMika.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 17

imbono Abagwebi 17:12 kwimeko