Abagwebi 17:8 XHO75

8 Yahamba indoda leyo, isuka kuloo mzi eBhetelehem yakwaYuda, yaya kuphambukela apho ingafumana indawo. Yafika kweleentaba lakwaEfrayim endlwini kaMika, ihamba uhambo lwayo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 17

imbono Abagwebi 17:8 kwimeko