Abagwebi 18:26 XHO75

26 Bahamba ke ngendlela yabo oonyana bakaDan. Wabona uMika ukuba bomelele kunaye, wajika wabuyela endlwini yakhe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 18

imbono Abagwebi 18:26 kwimeko