Abagwebi 18:30 XHO75

30 Baza oonyana bakaDan bazimisela umfanekiso oqingqiweyo lowo; uYonatan unyana kaGershom, unyana kaManase, yena noonyana bakhe baba ngababingeleli esizweni sakwaDan, kwada kwayimini yokuthinjwa kwelizwe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 18

imbono Abagwebi 18:30 kwimeko