Abagwebi 19:15 XHO75

15 Baphambukela apho, baya kulala eGibheha; yafika yahlala endaweni yokubutha kwamadoda omzi; akwabakho mntu ubamkelela endlwini yakhe, ukuba balale.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 19

imbono Abagwebi 19:15 kwimeko